Bhalisa nje ngomqeshi kwi UIF

Uyanyaneliswa ngumthetho ukuba ubhalise kwingxowa mali yabangaphangeliyo (Unemployment Insurance Fund (UIF) kwaye ufake imali kulengxowa mali ukuba uqashe abantu abasebenza ngapezulu kweyure ezingamashumi amabini anesine ngenyanga.

Inxaso mali oyifakayo ku UIF iziiphesenti ezimbhini zomvuzo wonke wenyanga womqashwa. Kufanele uthathe iphesenti ibenye kumvuzo womsebenzi kanti wena njengomqashi ufake iphesenti ibenye.

Fumana olunye ulwazi  malunga nokubhalisa umsebenzi  ne UIF okanye qhagamshela i-UIF.

 

Share this page