Isicelo sokubanga iinzuzo zokwamkela usana njengomntwana wakho

Ukuba ukhulisa umntwana ongengowakho ngokusemthethweni, umntwana lowo eneminyaka engaphantsi kwe mibini kwaye ufaka inxaso mali kwingxowa mali yebangaphangeliyo (Unemployment Insurance Fund (UIF) ungafa ibango loncedo lokukhulisa umntwana ongengowakho.

Ukuze ube nelungelo lokufumana olincedo kufanele ushiye umsebenzi ukuze ukhulise lo mntwana kwaye ufumana imali engaphantsi komvuzo wakho oqhelekileyo xa usekhefini lokukhulisa umntwana lowo ongengowakho.

Fumana ngokupheleleyo malunga noncedo lweUIF lokukhulisa umntwana ongengo wakho  okanye qhagamshelana i- UIF.

 

Share this page