Isicelo seenzuzo zeentsapho zabasebenzi kwi-Unemployment Insurance Fund (UIF)

Emveni kokuba kusweleke umntu obe faka inxaso mali kwingxowami yabangaphanngeliyo (Unemployment Insurance Fund (UIF), ungafaka isicelo soncedo lomntu oxhomekeke komnye ku UIF, ukuba:

  • nitshatile
  • uliqabani
  • umkhulisile
  • ungumntwana womfi obexhasa.

Kufanele ufake isicelo zingaphelanga inyanga ezintandathu eswelekile umfi obefaka imali. Abatwana abaxhomekeke bafumana uncedo ukuba akukho myeni okanye iqabane elisaphila.

Fumana ngokuphelelyo malunga nokufaka ibango loncedo lwe-UIF lomntu oxhomekeke komnye  okanye qhagamshela i-UIF.

 

Share this page