Malunga
Ofanele kukwenza
Ixesha elimiselweyo
Ingaba kubiza malini na
Amaxwebhu omele ukuwagcwalisa
Ungaqhagamshela nabani
Malunga ufaka isicelo sokubhalisela ukuphawula izilwanyana nok
Ukuba ufuna ukwenza imali ngoku phawula izilwanyana, faka isicelo kwisebe lezolimo,amahlathi nokuloba (Umbhexeshi: amaphawu ezilwanyana) ukuze ubhaliswe njengomphawuli wezilwanyana.
Ukuze uphumelele ekubhaliseni kufuneka igqibe ezi zifundo zilandelaya:
- Okubhaliweyo nokwenziwayo eku:
- Ukuphawula ngentsimbi eshushu.
- Ukuphawula ngomkhence.
- Ukuphawula nge inki.
- Ukwazi ukuvalela nokuphawula izilwanyana.
- Umthetho olawula ukuphawulwa. nokhuseleko lwezilwanyana.
Njengomphawuli kufuneka ugcine ingcwadana obhala kuyo izilwanyana oziphawulileyo.
Ofanele kukwenza
- Tsalela umxeba unobhala olawula ukuphawula kwezilwanyana e Pitoli kule nombolo (012) 319 6000 ukuze ufumane uludwe lwendawo zokuphumelelisa izifundo zokufundisa.
- Emva kokuba uphumelele izifundo zakho , iziko lemfundo liza kukunika uxwebu lwesicelo ukuba ulugcwlise.
- Iziko lemfundo lizakwazisa unobhala kwezokuphawula ngokuphumelela kwakho nokuthi ungabhaliswa njengomphawuli.
- Unobhala uzakufaka kwingcwadi ka zwelonke yabaphawuli.
Tel: 012 319 6000
Fax: 012 319 7551
E-mail: makokom@daff.gov.za
Physical address: Delpen Building, Cnr Annie Botha Avenue and Union Street, Riviera, Pretoria
Postal address: Registrar: Animal Identification, Private Bag X138, Pretoria 0001