Isicelo sokubhalisela iinzuzo zokungasebenzi

Xa umqashi wakho eqhawula inkonzo yakho, ungafaka isicelo samaqithiqithi kwingxowali yabangaphangeliyu (Unemployment Insurance Fund (UIF).

Amaqithiqithi uwafumana kuphela uka ubufaka inxaso mali xausebenza kwingxowa mali yabangaphangeliyo. Awukwazi kufaka ibango ukuba usulile emsebenzini, unqumamisiwe okanye ukhethe ukuzihlalela ekhaya ungazisanga mntu. Ungafaka ibango ukuba Ikomishoni, Yothethwano, ukubonisana nokuthatha izigqibo(CCMA) icinga ukuba ukusula kwakho lunyeleiswe yimeko yakho kokusebenza.

Ukuze ufumane la maqithiqithi kufanele ubhalise nje ngomntu ofuna umxebenzi. Kufanele ufake isicelo samaqithiqithi e-UIF xa uphelelwa ngumsebenzi okanye zingaphelanga iinyanga ezintandathu uphelile umsebenzi wakho.

Fumama ngokupheleleyongo ncedo lwabangaphangeliyo okanye qhagamshela i -UIF.

 

Share this page