Bhalisa njengesaveya

Wonke umsebenzi uphumelele ukuba yisaveya, isaveya esemaqhosheni , isaveya yobuxhaka-xhaka, eyobuxhaka-xhaka kunye nobume bomhlaba kufanele abhalise ne Khansile yee saveya ezisebenza ngobuxhaka-xhaka zeloMzantsi Afrika (PLATO). Isaveya ezisebenza ngamaqhosha ezobuxhaka-xhaka ezisaqeqeshwa nazo zingabhalisa ne PLATO.

Ungabhalisa nje nge:

  • ISaveya ephonononga ezemihlaba
  • Isaveya egqibeleleyo yobunjineli
  • Isaveya egqibeleleyo yezemigodi
  • Isaveya egqibeleleyo ezebenza ngemifanekiso
  • ISaveya egqibeleleyo esebenza ngobume bomhlaba
  • ISaveyo egqibeleleyo esebnza ngamanzi

Ukuba yiSaveya ebhaliswe kwa PLATO kufanele uphumelele imviwo ezikhethiweyo, uhlawule kwaye ube unamava omsebenzi.

Fumana ulwazi ngendlela yokubhalisa, amaxwebhu ezicelo nentlawulo, Kwiwbhusayithi ye PLATO okanye Qhagamshela iKhansile kule nombolo 011 626 1040 okanye thumela ie-mail ku office@plato.org.za.

 

Share this page