Ukuvunyelwa kwe arhewnte yabucala inikezela ngeenkonzo ukusombulula ukungavisisane

Iarhente yabucala okanye ikhansile yeengxoxo mboniswano zinga faka isicelo kwikomishoni yothethwano, ukubonisana nokuthatha izigqibo (CCMA) ukuze bafumane imvume yoku:

  • Sombulula ukungavumelani ngothethwano, noku
  • Thabatha izigqibo apho kukho ukuphikisana okunga gqitywanga luthethwano.

I- CCMA ingafuna iinkcukacha ezongezelweleyo ukuncedisa isicelo kwangalenjongo kungafuneka ofake isicelo azimase intlanganiso ibenye okanye ngaphezulu nabo.

Fumana ngokupheleleyo malunge nesiqinisekiso searhente yabucala qhagamshela i-CCMA.

 

Call centre: 0861 16 16 16

Share this page