Kuyanyanzelisa ukuba umsebenzi wezempilo abhalise kwi Kansela yabasebenzi abagqibeleleyo bezempilo beloMzantsi Afrika (HPCSA) ukuze ukwazi ukusebenza , kwaye nomthetho uyanyanzelisa ukuthi ugcine inkcukacha zisemgangathweni ngamaxesha wonke.
kufanele uhlawule unyaka nonyaka kolubhaliso kwaye ukungahlawuli kunza ukuba ubulungu bakho bumiswe. Ukuba ngenxa yezizathu ezithile ubulungu bakho bumisiwe ,ungafaka isicelo sokuphiniswa uphinde uhlawule imali yoku phindiswa.
Ungasula ngokwakho ukuva awusazimiselanga ukusebenza emzantsi Afrika ixesha elithile. Faka isicelo esibhaliweyo phambi komhla wama 31 ku Matshi wonyaka lowo ufuna ukusula ngawo.
Kukho indidi ezintandathu zokubhalisa (ezindidi azingeni kumntu wonke), masizibalule:
- Ukubhaliwa njengomfundi
- Ukubhalisa umfundi ogqibe izifundo
- Inkonzo yoluntu
- Umsebenzi ozimeleyo (kuquka ababhexeshi abasaqeqeshwa kumabakala athile ka zimele)’
Ezinye iindidi zethutyana okanye ezingavulelekanga ngokupheleleyo ziquka include:
- Ezemfundo
- Imfundo enomsila
- Abasebenzi bafele-fele
Umgaqo wokubhalisa uyahluka ngokwebhodi yomsebenzi lowo. Umgaqo nkqubo opheleyo wokubhalisa uyafumaneka xa kubhalisa kwibhodu nganye kwezilishumi namini:
- Owamazinyo nokucoceka komlomo
- Abokutya
- Aboncedo olungxamisekileyo
- Abobume bempilo yokusingqonileyo
- Amayeza namaZinyo
- Ubuchwepeshe bamachiza onyango
- Abancedi bamalungu omzimba, abokulungiswa kwamazinyo / abamalungu okuzenzelwa
- Abamehlo & abanikezela ngemehlo
- Abalulamisa amalungu omzimba, abokungasebenzi kakuhle komzimba & abempilo yabantwana
- Abokusebenza kwengqondo
- Abobuxhakaxhaka bomzimba
- Ukuthetha, ulwimi & abomsenbenzi wokuva
Amaxwebhu ezicelo nolwazi oluphangaleleyo ngomsenezi ngamnye afumaneka kwiwebusayithi yeHPCSA.