Bhalisa njengomongikazi

Ukuba ufuna ukuba ngumongikazi eMzantsi Afrika, kufanele ubhalise nekhansile uabonkikazi belomzantsi Afrika.

Kwisiqinisekiso ngasinye esikhutshwa yikhansile sisiqinisekiso somntu obhalisiweyo ukuthi umntu onaso angenza okubhliweyo kuso kwinyanga ezilishuminambini  ukusukela kumhla obhaliweyo kwisiqinisekiso. Emveni koko uzakuhlawula inhlawulo yonyaka ukuze ufumane isiqinisekiso sokusebenza sonyaka ukuthi usebenze. i APC ukusekela apho izakuba sisiqinisekiso sokho oko koko.

Fuman ulwazi Malunga nolwazi kwiwebhusayithi yeKhansile yabongikazi okanye baqhagamshele apha 012 420 1000 okanye registrar@sanc.co.za

 

Share this page