Isicelo sokuhlaziya imvume yesilwanyana ngenjongo yokuqokelela

Malunga
Ofanele kukwenza
Ixesha elimiselweyo
Ingaba kubiza malini na
Amaxwebhu omele ukuwagcwalisa
Ungaqhagamshela nabani

 

 

Malunga nokufaka isicelo sokuvuselelela imvume yokugcina isilwanyana ngenjongo yokufumana isidoda

Ngaphambi kokuba ungahambisa isilwanyana osibhalisele ukuqokelela isidoda kuso usiyisa kwenye indawo, kufanele uqale uvuselele imvume yokugcina isilwanyana ngenjongo yokuqokelela isidoda.

Awunyanzelekanga ukuba uthatheimilinganiselo yegazi lesilwanyana eso. Nencwadi ka gqirha wezilwanyana ayifuneki ukuba awuhambi ngenxa yesifo sezilwanyana i-foot & mouth desease apho isilwanyana besihlala khona. Noba kunjalo, kufanele uqhagamshelane neSebe lezoLimo, uBuyekezo lwemiHlaba noPhuhliso lwamaPhandle ubanike izizathu zokuthi kutheni ufuna ukuhambisa isilwanyana.

Ofanele kukwenza

  1. Qhagamshelana ne-ofisi yokuPhucula Izilwanyana yeSebe lezoLimo, uBuyekezo lwemiHlaba noPhuhliso lwamaPhandle.
  2. Hlawula imali emisiweyo ngetsheki, i-postal order okanye i-money order  uyithumele ku-Directo-General: Department of Agriculture, Land Reform and Rural Development. Ukuba uzakuhambisa isicelo sakho ngesandla kunye nemali yesicelo, qinisekisa ukuba unobungqina bokuthi uhlawulile. Ukuba uhlawula nge-Electronic Fund Transfer, kufuneka ufake kule-akhawunti ilandelayo:
    Standard Bank
    Branch: Arcadia
    Account no: 011219556
    Branch code: 000845/010845
  3. Fumana ifomu yokufaka isicelo ku-intanethi uligcwalise.
  4. Faka ubungqina bokuthi uhlawulile kwifomu.
  5. Thumela isicelo sakho ku:
    The Registrar of Animal Improvement
    Private Bag X138
    Pretoria
    0001.

Ixesha elimiselweyo

Iintsuku ezingamashumi amathathu.

Ingaba kubiza malini na

Amaxwebhu omele ukuwagcwalisa

Application for renewal of the approval of an animal for the collection of semen (Isicelo sokivuselela imvume yokugcina isilwanyana ngnjongo yokufumana igazi lobudoda (amadlozi) kuyo)

Ungaqhagamshela nabani

 

Directorate: Animal Production

Tel: 012 319 7424/34
Fax: 012 319 7570/7425

Physical address: Delpen Building, Cnr Annie Botha Avenue and Union Street, Riviera, Pretoria
Postal address: The Registrar of Animal Improvement, Private Bag X138, Pretoria, 0001

Share this page