Isicelo seenzuzo zokugula kwi-Ngxowa-mali yokuKhusela ukuNgasebenzi ekuthiwa

Ungafaka isicelo semali yokugula kwindawo elungiselelwe abasebenzi ekufutshane nawe xa ungumsebenzi ohlawula i- (Unemployment Insurance Fund (UIF) kwaye ungakwazi ukusebenza ngenxa yesigulo.

Ukuze ukwazi ukufumana uncedo, kufanele ukuthi ube ufumana imali engaphantsi komvuzo wakho oqhelekileyo xa usekhefini lokugula.

Fumana ngokupheleleyo malunga nokufaka isicelo soncedo lwe UIF xa ugula okanye qhagamshela i UIF.

 

Share this page