Bhalisela ukhetho

Phambi kokuba uvote kukhetho lika zwelonke, elephondo okanye elomasipala(link is external), kuquka ukhetho lwenginqi, ufanele ukubhalisela ukhetho kwisithili sovoto apho uhlala khona. Oku kubalulekile ingakumbi kukhetho loomasipala kuba ungavota kuphela kwisithili sovoto apho ubhalise khona.

Fumana ngokupheleleyo malunga nokubhalisela ukhetho(link is external) okanye qhagamshela Ikomishoni yokhetho(link is external).

 

Share this page