Indlela yokuhlawula ingxowamali yembuyekezo

Bonke abaqashi kufanele babhalise kwiNgxowa mali yembuyekezo kwaye ba hlawule imali yonyaka engeniswa ngokwemivuzo yabasebenzi kunye nobungozi obunxulumaniswa nomsebenzi abawenzayo. Abaqahsi abathile abanyanzelekanga ukuba bahlawule imali yokuhlowa.

Unyaka nonyaka nge nyanga ka Aprili ingxowa mali yembuyekezo ikhupha isaziso sohlolo esichaza ukuba yimalini emawuyihlawule yohlolo.

Inhlawulo ingenyuka okanye yehle ukuya ngendleko zeengozi zomqashi. Abaqashi abanengozi ezincinci bafumana isibonelelo sokwehliswa kwenhlawulo.

Fumana ngokupheleleyo malunga Nokuhlawula ingxowa mali yembuyekezo  okanye qhagamshela ingxowa mali yembuyekezo.

 

Tel: 0860 105 350

E-mail address:
cfcallcentre@labour.gov.za 
cfenquiries@labour.gov.za

Share this page