Ukufaka isikhalazo sokubanjululwa

ukuba ukhe wa calucalilwa ngqo noba hayi ngendlela ezingavumelekanga  okanye uva ngathi uyathukwa okanye uyatshutshiswa, Qhagamshela inkudla ekufuphi nawe Eyomakulinganwe ukuze ufumane uncedo. Indlela zocalucalulo ziquka: ibala, ubumi, isondo, ukukhulelwa, ismo sezinto onazo, imvelaphi yakho, ibala, abantu oncumelana nabo, ubudala, ukukhubazeka,ukholo, , inkolelo, ubuzwe, ulwimi kunye nokuzalwa.

Fumana ngokupheleleyo malunga noku Faka isikhalazo ngoku calucalulwa kwinkundla ka makulinganwe okanye Qhagamshelana neSebe Lozobulingisa nopguculo lomgaqo siseko apha  012 357 8205.

 

Share this page