Ukubhaliswa kwe kwequmrhu logugcina impahla okanye imali

Iqumrhu lokugcina imali okanye impahla  liqumrhu elisemthethweni elisetyenziswa ukulawula impahla apho idluliselwa komnye umntu okanye umbutho (umlawuli)ukuze kuxhamle omnye umntu (umxhamli). Ungabhalisa iindidi ezimbini zequmrhu lokugcina impahla okanye imali, iqumrhu iinter-vivos nequmrhu iTestametary. Iinter-vivos yenziwa ngabantu abasaphila kanti iTestamentary ifunyanwa kumyolelo womntu oswelikileyo.

Fumana ngokupheleleyo ngoku Bhalisa iqumrhu lokugcina impahla okanye imali okanye Qhagamshelana neSebe lezobulungisa nophuculo lomgaqo siseko apha 012 406 4805 okanye email: Chiefmaster@justice.gov.za.

 

Share this page