Unakekelo lwasemva kokubeleka lwenzeka ngexesha lasemva kokuzalwa komntwana. Oku kuquka ukuxilongwa nokuhlolwa kowasetyhini nosana lwakhe okuqhutywa zingcali zonyango.
Yiya kwikliniki ekufutshane nawe wena nosana lwakho ukuze nifumane unakekelo lwasemva kokubeleka.
Qhagamshelana neSebe lezeMpilo kule nombolo: 012 395 8000.