Isicelo sokubekelwa bucala kwesindululo senkundla sokhuselo

Ukubekela bucala isindululo yinto engenziwe ngulowo esenzelwe yena okanye lo usenzileyo xa bonke bevumelana kwaye inkudla yaneliseka zizizathu ezibekiweyo. Ntlangothi zombini zingafaka isicelo ngendlela yenkundla ekhethekileyo kusetyenziswa uxwebhu olukhethekileyo njengoko umthetho usitsho kwaye izizathu ezivakalayo kufanele zibekwe ukwanelisa inkundla yamatyala umzekelo: uthethathethwano lwabathandani emveni kokuba umtsholwa eyehabe uhlolo, njalo-njalo.

Fumana ngokupheleleyo ngeSicelo sokubekelwa bucala kwesindululo senkundla sokhuselo okanye Qhagamshelana neSebe Lezobulungisa nophuculo Lomgaqo siseko apha 012 357 8205.

 

Share this page