Isebe Lezobulungisa noPhuculo lo Mgaqosiseko linceda ukukhusela isidima sabantwana abophule umthetho. Indlela entsha yobulungisa yabantwana iqale ukusebenza ngomhla wokuqala kuApril ka 2010 kwaye ijongene nabantwana abaminyaka ilishumi nanye ukuya kwishumi elinesibhozo abatsholwa ngolwaphulo-mthetho.
Fumana ngokuphelelleyo ngoku Khusela abantwana abatsholwa ngolwaphulo-mthetho okanye qhagamshelana neSebe lezobulungisa nophuculo lomgaqo siseko apha 012 357 8205.