Isicelo esenziwa ngumntu otshonileyo sokuba kubuyiselwe imeko yakhe esiqhelweni

Umntu onamatyala emali ngumntu onelifa (yonke into, kuquka imali, yomntu yake) elithinjiweyo (phantsi kolawulo kude kungenelele umthetho nexesha okanye imiqathango ebekiweyo ifikelelwe). Ukuba nitshate kumtshato wendibaniselwano umyeni okanye inkosikazi naye ubasetyaleni, umthetho wokubasetyaleni wonyaka ka, 1936, uquka wena kuba ilifa lenu lelendibaniselo. Ukuba umntu onamatyala ufuna ukuphuma kulemiqathango yomntu onamtyala (akasenawo amatyala) phakathi kweminyaka elishumi yokuba bekuthiwe usematyaleni, angakwazi ukufaka isicelo enkundleni ukuba akhutshwe kwimiqathango yomntu onamatyala emali.

Fumana ngokupheleleyo malunga ne  Sicelo sokuphuma kwimiqathango yomntu onamatyala okanye qhagamshelana neSebe lezobulungisa nophuculo lomgaqo siseko apha 012 357 8205 okanye iemail: Chiefmaster@justice.gov.za.

 

Share this page