Isicelo sokubhalisa ishishini leMedical Aid

Iqumrhu lwezikimu zoncediso lwezempilo liza kubhalisa isikimu soncedo lwezempilo ukuba umbhexeshi we khansile uqinisekile ukuba umntu okhohela isikimu engachsananga okanye ezakuhambisana nomthetho olawula izikimu zoncedo lwezempilo.

Fumana ulwazi malunga Nesikimu soncedo lwezempilo okanye qhagamshelana nequmrhu lezikimi zoncedo lwezempilo ku support@medicalschemes.com okanye 0861 123 267.

 

Share this page