Unakekelo lwasemva kokubeleka (emva kokubeleka)

Unakekelo lwasemva kokubeleka lwenzeka ngexesha lasemva kokuzalwa komntwana. Oku kuquka ukuxilongwa nokuhlolwa kowasetyhini nosana lwakhe okuqhutywa zingcali zonyango.

Yiya kwikliniki ekufutshane nawe wena nosana lwakho ukuze nifumane unakekelo lwasemva kokubeleka.

Funda okuthe vetshe malunga nonakekelo lwasemva kokubeleka okanye qhagamshelana neSebe lezeMpilo kule nombolo: 012 395 8000.

 

Share this page