Bhalisa nje ngenjineli

Ukubhalisa njengenjineli nekhansile yeenjineli zoMzantsi Afrika (ECSA) kunyanzelekile ukuba:

  • ufuna ukwenza umsebenzi wobunjelingokuzimela
  • Ukuba ufuna kuthanda uxanduva lomsebenzi wobunjineli
  • Ukuba ufuna ukwenza imisebenzi elawulwa yimithetho ethile (umzekelo ulawulo lukazwelonke lwezakhiwo)
  • Ukuba ufuna ukubalilungu lwequmrhu elaziwayo.

Unga faka isicelo sokubhaliswa njengomgqatswa wenjineli xa uneziqinisekiso ezamkelwkileyo  ezifana ne B.Sc (Eng), B.Eng, okanye  iDiploma kazwelonke yobunjineli. If you have a foreign qualification, kufanele ufake ikopi zeziqinisekiso kunye nkcukacha zezifundo zakho ezibonakalisa zonke izifundo oziphumeleleyo kwiminyaka yakho yokufunda.

Amva kokuba ugqibe izifundo zakho kwaye uneminyaka emithathu ubuncinane bamava ungabhalisa nje ngenjineli egqibelelyo kula mabakala alandelayo:

  • Injineli egqibeleleyo (Pr Eng)
  • Injineli egqibeleleyo yobuxhaka-xhaka (Pr Tech Eng)
  • Injineli egqibelelyo enesiqinisekiso (Pr Cert Eng)
  • Injineli egqibeleleyo yobuxhaka-xhaka bangoku (Pr Eng Techni)

Amaxwebhu ezicelo nolwazi oluthe vetshe ziyafumeka kwi ofisi zeECSA kwiwebusayithi,i www.ecsa.co.za okanye fakaisicelo kwi e-mail, engineer@ecsa.co.za.

 

Share this page