Ukuba ungumvoti obhalisileyo kodwa uhambile kwikhaya lakho nesithili sokuvota, kufanele ubhalise kwakhona kwisithile esitsha sokuvota. Unga phinde ubhalise Kwiofisi zekomishoni yokhetho (IEC) enginqini yakho okanye xaku vulelwe wonke ubani ngetsuku ezipapashwe yiIEC.
Fumanisa ngokuphelelyo Ngokuphinde ubhalisele ukhetho kwisithili esitsha okanye Qhagamshela i-IEC.