Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Iifom ezigcwaliswayo
Iinkcukacha zonxulumano
Inkcazelo
Nawuphi na ummangali okanye ixhoba lobugebenga angazimela ngembalelwano okanye abekho xa ibhodi yengqawule ihlala xa umsolwa kucetywa ukuba abekwe phantsi kweliso loluleko kwingqawule
Inkqubo emayilandelwe
- Ummangali okanye ixhoba lobugebenga limele lazise ngembalelwano umntu oselungelweni kweZoluleko kunye neBhodi yeNgqawule (CSPB) ukuba ubawela ukubakhona xa kuhlala lebhodi ngomsolwa.
- Ibhodi iyakwazisa ngembalelwano ummangali okanye ixhoba, ichaze ubani kunye nomhla wokuzimela phambi kwebhodi. Umhla kunye nendawo ezakuhlala kuyo iBhodi yeNgqawule uyakubekwa cacileyo.
- Yimbopheleleko yommangali okanye ixhoba ukwazisa iKomishina okanye i-CSPB malunga notshintshio kwidilesi.
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Ibhodi yeNgqawule iyakwazisa ummangali okanye ixhoba malunga neenkcukacha zokumelwa kunye nentlanganiso eyiyo yebhodi.
Iifom ezigcwaliswayo
Request to make a representation to a Parole Board (Isicelo sommangali sokuzimela kwiBhodi yeNgqawule kunye noLawulo lweZoluleko)
Tel: 012 307 2998 | 012 307 2999
Physical address:
124 WF Nkomo Street
Poyntons West Block
Pretoria
0001
Postal address:
Department of Correctional Services
Private Bag X136
Pretoria
0001