Ukususa utywala obuvela emazweni angaphandle

Malunga
Ofanele kukwenza
Ixesha elimiselweyo
Ingaba kubiza malini na
Amaxwebhu omele ukuwagcwalisa
Ungaqhagamshela nabani

 

 

Malunga nesicelo sesiqinisekiso sokuhambisa utywala

Ukuba ufuna ukususa utywala bakho obuvela emazweni angaphandle ezibukweni lokungena ufanele ukufake isicelo sokufumana isiqinisekiso kwisebe Lezolimo Amahlathi nokuloba kwicandelo lexesha elongezelweyo lokubanjwa ezibukweni ukuze buhanjiswe busiwe kwindawo othingisela kuyo eMzantsi Afrika.

Sakuvunywa isicelo sakho  icandelo lexesha elongezelweleyo lokubanjwa lika DAFF lizakuthumela utywala kwindlu yendibaniselo yempahla yokuthengiswa ngesingxobo lazise umhloli walapho.

kufanele uye kwindlu yempahla yokuthengiswa uze unike umhloli isiqinisekiso sokuhambisa. Kufanele ukuphe utywala bakho kwizingxobo  phambi komhloli.

Awukwazi kususa utywala ezibukweni lokungena ubuse kwindawo yokuthengisa eMzantsi Afrika ngaphandle kwesiqinisekiso sokuhambisa utywala.

Ofanele kukwenza

  1. Yiya kwicandelo lexesha elongezelweleyo lokubanjwa lika DAFF ezibukweni lokungena uze ugcwalise uxwebhu lesicelo  sokususa utywala okanye ulifumane kwi khompuyutha.
  2. Gcwalisa uxwebhu ulifake kwicandelo lexesha elongezelweleyo lokubanjwa lika DAFF ezibukweni lokungena.
  3. Kufanele ugcwalise amaxwebhu ahlukeneyo ebhotile ezihlukeneyo ngomthamo, ngokwenziwa, igama lokuthengisa kunye negama lemveliso. Amaxwebhu ezicelo  makakhatswhe koku okulandelayo:
    • Umlinganiselo we 750 mililitha apho umhloli ezakutsala kuyo imveliso.
    • Isiqinisekiso sokuthenga kumazwe angaphandle.
  4. Ukuba isiqinisekiso sakho siyaphumelela utywala bakho buza kusiwa kwindlu yendibaniselo yokugcina impahla ethengiswayo ngesingxobo. Yiya kwindlu yempahla ethengiswayo uyonika umhloli isiqinisekiso sokuhambisa. Khupha utywala kwizinxobo.

Ixesha elimiselweyo

Alikho ixesha elimiselweyo kulenkonzo.

Ingaba kubiza malini na

Imali ehlawulwayo yowama 2024/25

Amaxwebhu omele ukuwagcwalisa

Application for a certificate of removal

Ungaqhagamshela nabani

 

Regional offices

Tel: 021 809 1660
Fax: 021 887 9457
E-mail: jeswaynen@dalrrd.gov.za
Physical address: Plant Quarantine Station, Polkadraai Road, Stellenbosch 7600
Postal address: Inspection Services – Stellenbosch, Private Bag X5015, Stellenbosch 7599

 

Share this page