Njengomqashi obhalisileyo, kufuneka ufake phesenti ethile yomvuzo womsebenzi kwingxowa mali yembuyekezo.
Ufanele ukufaka iinkcukacha zomvuzo unyaka nonyaka.
iinkcukacha zomvuzo kufuneka zichaze uhlobo lweshishini lwakho, inani labasebenzi abaqashiweyo, imivuzo abayifumanyo (imivuzo kunye nemirholo) we xesha elimselweyo, ukusukela ekuqaleni kwenyanga ka Matshi ukuya ekupheleni kuka February (ixesha lerhafu).
Fumana ngokupheleleyomalunga nokufaka iinkcukacha zemivuzo kwingxowa mali yembuyekezo okanye qhagamshela ingxowa mali Yembuyekezo.