Amanyathelo okubuyiselwa imali elityala

Ukuba umntu ukutyala imali (Umntu onesikweliti), ungamsa ezinkundleni zamatyala (kwikundla zoluntu) ukuze ufumane lo nto akutyala yona. Lo nto ithetha ukuthi ungamsa enkundleni encinane yeBango (Small Claims Court) ukuzama ukumenza abuyise imali yakho. lenkundla yamatyla yenza izinto lula, ngokukhwuleza kwaye Ibiza kancinci.

Fumana ngokupheleleyo Ngokuhlawulwa imali yesikwelitii okanye Qhagamshelana ne Ofisi yengingqi ekufutshane nawe xa unemibuzo okanye isikhalazo.

Share this page