Bhalisa nje ngo sosayensi wendalo
Ukubhalisa njengososayensi wendalo lonto ithetha ukuba oogxabakho nabaqashi bazakubona njengomntu onolwazi kwaye ungakwazi ukukhuphiswana nosolwazi. Ngumntu obhalisiweyo kuphela onga sebenza njengozimeleyo.
Isayensi yendalo iquka izinto ezininzi kuqala kumabakala asezantsi ukuya kweyezibalo.
- Ungabhalisa nje ngo
- Njingalwazi we sayensi yendalo
- Umgqatswa we sayensi yendalo
Ngolwazi oluthe vetshe malunga nokufunekayo, intlawulo nendlela yokubhalisa Kwi webhusayithi yekhansile kazwelonke yososayenzi belomzantsi Afrika okaye qhagamshela ikhansile kule nomolo+27 (12) 841-1307 okanye i e-mail sacnasp@sacnasp.org.za