Isicelo sokubhalisa njengomnikazi-fektri

Bhalisa njengomvelisi kwiZiko leNkonzo yezeRhafu loMzantsi Afrika (i-SARS) ukuze ufumane uthungelwano lwezorhwebo kwisabelo kunye ngokungena kwemveliso yakho ethile ngaphandle kwerhafu e-United States of Americ (USA).

Umthetho woHlumo namthuba (i-AGOA) wenzelwe ukuxhamlisa amazwe ase-Afrika ngokuwanika ufikelelo kurhwebo lwase-US.

Fumana ngokuthe vetshe malunga nokuba kubhaliswa njani njengomvelisi phantsi komthetho i-AGOA okanye qhagamshelana ne-SARS.

 

Share this page