Isindululo sokubanjwa ngenxa yomlo wasekhaya

Unobhala wenkundla uzakukhupha isindululo sesibini okanye ukugqitha ukuba umtsholi ufaka isifungo esicacisayo ukuba esosindululo siyafuneka ukuze akhuseleke. Siyakhutshwa isindululo nokuba sesikhutshiwe esinye

Fumana ngokuphelelyo nge Sindululo sokubanjwa ngenxa yomlo wasekhaya okanye Qhagamshelana neSebe Lezobulungisa nophuculo Lomgaqo siseko apha 012 357 8205.

 

Share this page