Bhalisa njengomzobi wezakhiwo

Akukhosemthethweni ukunikezela ngenkonzo zokuzotywa kwezakhiwo noba zezoliohi uhlobo ukuba awubhalisanga neKhansile bezakhiwo bozantsi Afrika (SACAP).

Ukuze ukwazi ukubambelela kubhaliso lwakho okanye ‘iLayisenisi yakho yoku sebenza', kufanele zonke imali zeSACAP zonyaka nezinye inhlawulo ezifunekayo zihlawulwe ngokupheleleyo kuqala. Ukungachasane Nendlela yokuziphatha kunye nemithetho ebekiweyo.

Ungabhalisa njenge:

  • Umzobi wezakhiwo ogqibeleleyo
  • Umzobi wezakhiwo omkhulu ngobuxhaka-xhaka
  • Umzobi wezakhiwo ogqibelelyo osebenza ngobuxhaka-xhaka
  • Umzobi ogqibeleleyo
  • Umgqatswa womzobi wezakhiwo.
  • Umzobi womgqatswa omkhulu osebenzisa ubuxhaka-xhaka
  • Umzobi wezakhiwo osebenzisa ubuxhaka-xhaka
  • Umzobi

Ulwazi malunga nokubhalisa neentlawulo ziyafumaneka kwiwebhusayithi yeSACAP okanye qhagamshela le nomblo 011 479 5000 okanye ku registrar.rp@sacapsa.com.

 

 

Share this page