Ukuba ngumhlali wethutyana

Iphepha-mvume yokuba ngumhlali okwethutyana ivumela abemi bamazwe angaphandle, abafana nabafundi bezizwe-ngezizwe, abasebenzi abasuka kumazwe angaphandle nabakhenkethi, ukuba bahlale eMzantsi Afrika ngokusemthethweni ixesha elide kuneentsuku ezingama-90.

Ukuba ngaba unqwenela ukuhlala eMzantsi Afrika ixesha elingaphantsi kuneentsuku ezingama-90 utyelele usapho okanye njengomkhenkethi, ungafaka isicelo sevisa yokundwendwela.

Fumana ulwazi oluthe vetshe malunga

okanye qhagamshelana neSebe leMicimbi yezeKhaya.

 

Share this page