Bhalisela ukusebenzisa amanzi

Bonke abasebenzisa amanzi kufanele ba bhalise kwiSebe Lezamanzi. Kufanele ubhalisele ukusebenzisa amanzi ukuba awufumani manzi kumnikezeli ngenkonzo, ooGunyaziwe basekuhlaleni, ibhodi yamanzi, ibhodi Yonkcenkceshelo, uMasibambisa ka rhulumente okanye indawo ekhupha amanzi ngobuninzi ukuze:

  • Unkcekceshele
  • Injongo zemigodi
  • Usebenzisa Kwimizi mveliso
  • Indawo yokudlisa izilwanyanas, okanye
  • Indlela eqhelekileyo yabasemagunyeni.

Kwilixa elizayo, Xa abasebenzisa amanzi kufunwa bafake izicelo zeliyisenisi, abo abangabhalisanga baza kwehlisa amathuba abo okufumana ilayisenisi yokusebenzisa amanzi.

Bonke anantu okanye amaqumrhu okufuneka Babhalisele ukusebenzisa amanzi banga qhagamshela nayiphi na Iofisi yesithili yeSebe Lezamanzi.

 

E-mail: warmsenquiries@dwa.gov.za
Toll free number 0800 200 200

Share this page