Isicelo sokubhalisa ilungelo lokukhusela umsebenzi owenzileyo (i-copyright)

Ukhuselo lomsebenzi omtsha lufumaneka ngqo xa usenza iqobelo lomsebenzi ozakubonwa okanye uviwe ngabantu njenge ncwadi, umzobo okanye umculo. Imisebenzi emininzi efanele ukukhuselwa ayidingi kubhaliswa ngapandel kwemiboniso bhanya-bhanya.

Ungawukhusela ngokwakho umsebenzi wakho ngokufaka ukhuselo lomsebenzi ngokuthi ufake amagama athi “copyright” okanye “copyright reserved” okanye  ukhuselo lomsebenzi elaziwe emhlabeni wonke lize lilandelwe ligama lakho nonyaka, umzekelo © Baloyi 2011 ngaphezulu komsebenzi wakho.

Kodwa ukuba ufuna ukukhusela umboniso bhanya-bhanya, DVD ne vidiyo faka isicelo kumbhexeshi wokhuselo lomsebenzi omtsha kwixwebhu elikhethekileyo

Fumana ulwazi ngokukhuselwa komsebenzi omtsha ikhampani kwiKhomishoni yobumnini beekhampani nolwazi (CIPC) okanye qhagamshela i CIPC apha 086 100 2472.

 

Share this page