Imvume yokukhulisa umntwana ongegowakho

‘Imvume’ sisivumelwano esibhaliweyo ngabazali okanye apho kungena bazali khona ngumntu okhulisa umntwana esinikwa abazali abafuna ukukhulisa umntwana. Imvume inganikwa ngabazali, umntu okhulisa umntwana okanye umntwana ngokwakhe. Umntwana uphiwa ilungelo lokuvuma ukukhuliswa ngabanye abazala xa eneminyaka elishumi nangaphezulu.

Fumana ngokuphleleleyo malunga Nemvume yokukhulisa umntwana ongengowakho okanye qhagamshelana neSebe lezobulungisa nophuculo lomgaqo siseko apha 012 357 8205.

 

Share this page