Bhalisa ikhampani yakho

Ungabhalisa ikhampani yakho nje ngekhampani engenzi nzuzo okannye ikhampani enza inzuzo kwikhomishoni yobumnini bekhampano nolwazi  (CIPC). Ikhampani  umntu osemnthethweni  ekwazi ukuzenzela inamandla okuzimela ngenkqayi elangeni. Umthetho ubona ikhampani ngendlela efanayo nomntu.

Ikhampani ezenzelwe ukwenza inzuzo zingafakwa ngaphantsi Kwekhampani ezihlukeneyo ngaphantsi komthetho weekhampani. 

Fumana ulwazi malunga nokubhalisa ikhampani kwiKhomishoni yobumnini beekhampani nolwazi (CIPC) okanye qhagamshela i CIPC apha  086 100 2472.

 

Share this page