Bhalisani umasincedisane wenu

Ukuze umasincedisane wenu amkelwe ngokusemthethweni kufuneka abhaliswe kwikhomishoni yobumnini bekhampani nolwazi (CIPC). Ukuze nibhalise kuMbhexeshi womasincedisane eCIPC, iqela lenu kufanele libe namalungu amahlanu okanye ngaphezulu.

umasincedisane lishishini elahlukileyo elinikezela ngenkonzo okanye imveliso kumalungu inganiso ebizwa ngemveliso engaphezulu  koomasincedisane, ithi yohlulwe ukuya ngentengiso yelungu ngalinye. Ilungu ngalinye lifumana isixa esithile kuxhomekeka ukuba kwimveliso enziweyo lilungu kumasincedisane.

Fumana ulwazi malunga noomasincedisane nokubhaliswa kwabo kwi Khomishoni yobumnini beekhampani nolwazi (CIPC) okanye qhagamshela i CIPC apha  086 100 2472.

 

Share this page