Inkonzo zika masipala

uMasipala unukezela ngeenkonzo ezifana nezamanzi noMbani

Urhulumente unika iinkonzi ezingundoqo zasimahla  ngaphandle kwentlawulo kumakhya ahluphekayo. Ezinkonzo zinikezelwa ngumasipala kwaye ziquka umlainganiselo wamanzi, umbani nokuchilthwa kwelindle okuzinonzo ezilingene ukuba zinkonzo ezingundoqo kumakhaya ahluphekayo. Lenkonzo kusenokwenzeka ukuba ayikafikeleli kubo bonke oomasipala.

Qhagamshela umasipala wakho ukufaka isicelo seenkonzo.

 

Share this page