Isicelo sokubhalisa uyilo

Bhalisa umzobo  wakho kwikhomishoni yobumnini bekhampani nolwazi (CIPC) ukuze ube nelungelo elikhethekileyo lokusebenzisa umyilo kwaye uthintele abanye ekuwenzeni , ekuwuthengeni okanye ukuwusebenzisa.
 
Kukho indidi ezimbini Zomyilo ongazibhalisa: umyilo wobuhle bendalo kunye nomyilo wezokusebenza. Umyilo wobuhle bendalo bunesimo esihluke kuzo zonke izinto ukwenziwa okanye ukuhonjiswa kuya bukeka. Umyilo wezokusebenza unesimo okanye ukwenziwa okuhamelana nomsebenzi wayo. Umyilo wobuhle bendalo ukhuselekile ngokomthetho ukuya kwiminyaka elishumi nesihlanu kanti Umyilo wezokusebenza ukuseleke iminyaka elishumi.

kufanele uvuselele ubhaliso ngonyaka phambi ko nyaka wokuphelelwa konyaka wesithathu, ukususela ngosuku lokufaka isicelo.

Fumana ulwazi malunga nkubhalisa umyilo kwiKhomishoni yobumnini beekhampani nolwazi (CIPC) okanye qhagamshela i CIPC apha  086 100 2472.

 

Share this page