Isicelo sokubhalisa ilungelo lokuvelisa nokuqamba

Bhalisa ukukhusela imveliso kwikhomishoni yobumnini bekhampani nolwazi (CIPC) ukunqanda abanye abantu ukuthi bayenze, bayisebenzisa, bayichithe okanye ukuyithengisela elinye ilizwe ngaphandle kwe mvume yakho.   

Imveliso eKhuselwayo lilungelo elinikwa imvelisi. Kufanele kube yimveliso okanye indlela yokwenza entsha okanye ezanesisombululo esitsha kwingxaki. Ukukhuselwa kwemveliso kuthetha ukuba omnye umntu akanamvume yokwenza inzuzo ngokuyisebenzisa, okanye athengise imveliso yakho ngapandle kwe mvume yakho kange xesha elilinganiselwa kwiminyaka engama 20.

Fumana ulwazi malunga nokukhusela imveliso kwiKhomishoni yobumnini bekhampani nolwazi (CIPC) okanye qhagamshela i CIPC apha 086 100 2472.

 

Share this page