Ithalal likazwelonke elikwazi ukukhupha ulwazi ngokwalo

Ithala lika zwelonke elikwazi ukukhupha ulwazi ngokwalo (NAAIRS) linceda abasebenzisa amathala ukwalatha nokubonisa apho izinto zikho. iNAAIRS inolwazi ngoko okufunayo hayi iinkcukacha.

Fumana ngolwazi olupheleleyo nge Thala lika zwelonke elikwazi ukukhupha ulwazi (NAAIRS) okanye qhagamshela Isebe Lezobugcisa Namasiko apha 012 441 3255/3000.

 

Share this page