Isicelo sesatifiketi somnyenyevu wokungenisa isise

Malunga
Ofanele kukwenza
Ixesha elimiselweyo
Ingaba kubiza malini na
Amaxwebhu omele ukuwagcwalisa
Ungaqhagamshela nabani

 

 

Malunga nesicelo sokukhululwa kwimiqathango yokuthenga utywala

Kufanele ufake isicelo sesiqinisekiso sokuthenga utywala kumazwe angaphandle ukuba ufuna ukufaka kweli iilitha ezingaphezulu  kwezilishumi elinambini zotywala  uzakuzisebenzisa ngokwakho. Umlinganiselo ophezulu ongawufaka kweli ngonyaka ziilitha ezilikhulu namashumi asibhozo.

Akunyanzelekanga  ukuba ufake isicelo sesiqinisekiso xa:

  • Utywala bunephesenti ezingaphezulu kwenye enxilisayo kwaye buyinxalenye yomthwalo wakho kwaye buzakusetynziswa mguwe.
  • Utywala obungadluli iiphesenti ezilishumi nambini ngomthamo.

Awuvumelekanga ukuthi uthengise okanye wabe obutywala.

Ofanele kukwenza

  1. Fumana kwikhompuyutha uxwebhu lwesicelo sokukhululwa kwimiqathango yokuthenga utywala kumazwe angaphandle uze usigcwalise. Awufanelanga kuncamathelisa nto kuxwebhu lwakho kwaye awuzufunwa isampule yotywala bakho ofuna ukubufaka kweli.
  2. Xa ufika ezibukweni lokungena , kufanele unike umhloli osuka kwiSebelezolimo, Amahlathi nezokuloba uxwebhu okanye uthumele nge e-mail kule dilesi jeswaynen@nda.agri.co.za phambi kokuba uye ezibukweni lokungena.

Ixesha elimiselweyo

Uzakufumana isiqinisekiso kwangolosuku.

Ingaba kubiza malini na

Imali ehlawulwayo yowama 2022/23

Amaxwebhu omele ukuwagcwalisa

Application for an import exemption

Ungaqhagamshela nabani

 

Regional office
Tel: 021 809 1660
Fax: 021 887 9457
E-mail: jeswaynen@nda.agric.za
City/town: Stellenbosch
Province: Western Cape
Physical address: Plant Quarantine Station, Polkadraai Road, Stellenbosch 7600
Postal address: SAAFQIS – Stellenbosch, Private Bag X5015, Stellenbosch 7599

Share this page