Isicelo sokuzifunela ukwamkelwa kwiziko labantu abaphazamiseke engqondweni

Malunga
Ofanele kukwenza
Ixesha elimiselweyo
Ingaba kubiza malini na
Amaxwebhu omele ukuwagcwalisa
Ungaqhagamshela nabani

 

 

Malunga nokuzifunela ukwamkelwa kwiziko labantu abaphazamiseke engqodweni

Ukuba uphazamisekile engqondweni,ungamkelwa kwiziko lika rhulumente labagula ngengqondo.
Ukuba ukholelwa ukuthi ugula ngenqondo ungafaka isicelo sokwamkelwa kwiziko labagula ngengqondo.

Ukuphazamiseka engqondweni sisimo esiphazamisa indlela ocinga ngayo nokungakwazi uku sebenza nabantu. Ukugula kakhulu ngengqondo kuquka uxinzelelo ukuba namacala amabini enza okungafaniyo ,ukuziphikisa, ukuthanda kakhulu ufune nokulawula(OCD)umothuko, uxinzelelo lomothu(PTSD). Iindaba ezimnandi zezokuthi umntu angabacono ukubanje ufumana unyangolo okululo

Ofanele kukwenza

  • Ndwendwela ugqirha, okanye ugqirha wengqondo
  • Ugqirha uza kwenza oku:
    • uzakujonga akuvavanye
    • akunike ileta ekuthumela kwiziko.
  • Faka isicelo sokwamkela kwiziko labagula ngengqondo.
  • Faka:
    • ileta ka grirha
    • ileta oyibhalileyo evumayo
    • ikopi yesazisi sakho (ID).

Qaphela: Ukuba ukugula kwakho ngengqondo kungayingozi kuluntu, inkundla yamatyala ingakhupha umyalelo wokuthi uthunyelwe kwiziko labagula ngengqondo noba uyafuna okanye awufuni.

Ixesha elimiselweyo

Ngoogqirha abakuhoyileyo abathatha isigqibo sokuthi uhlala ixesha elingakanani.

Ingaba kubiza malini na

Lenkonzo ayihlawulelwa ukuba ayifunangwa nguwe.

Qaphela: Kukhona intlawulo xa kunguwe ozicelelyo.

Amaxwebhu omele ukuwagcwalisa

Amaxwebhu afumaneka kumaziko abagula ngengqondo.

Ungaqhagamshela nabani

Mental health help line - 0800 12 13 14

Share this page