Ukhuseleko lwezityalo nemveliso yazo

Malunga
Ofanele kukwenza
Ixesha elimiselweyo
Ingaba kubiza malini na
Amaxwebhu omele ukuwagcwalisa
Ungaqhagamshela nabani

 

 

Malunga nokufaka isicelo sokukhutshelwa isiqiniseko sokhuseleko lwezityalo nemveliso yazo ukuze zithunyelwe kwamanye amazwe.

Ukuze uthumele izityalo nemveliso yazo, kufanele ufake isicelo semvume yokukhuseleka kwazo, esikhutshwa nguMbutho Wokhuseleko Lwezityalo (NPPO) kwilizwe elithengayo.

Kufanele ufumanise ngemibandela yabo yokuthenga kwamanye amazwe ezokukhuseleka kwe mveliso echaphazela imveliso yakho yezityalo. Ukuba impahla  ayichasanga nemigaqo yokuthenga, iNPPO izakukhupha isiqinisekiso sokukhuseleka kwazo.

Imveliso yezityalo kufanele ithunyelwe neqobelo lesiqinisekiso sokukhuseleka kwayo.

Ofanele kukwenza

  1. Kufanele ugcwalise uxwebhu lwesicelo sokukhutshwa kwesiqinisekiso sokhuseleko usithumele kule dilesi: National Plant Protection Organisation, Department of Agriculture, Forestry and Fisheries (DAFF), Private Bag X258, Pretoria, 0001 or Harvest House, 30 Hamilton Street, Arcadia, Pretoria 0083
  2. Hhlawula imali ebekiweyo ngomtshini okanye kwisebe: nazi inkcukacha zeBhanki:
    Standard Bank
    Igama le akhawunti: Department of Agriculture, Forestry and Fisheries: Import of controlled goods
    Account number: 011251735
    Branch name: Arcadia
    Branch code: 01-08-45
  3. Kufanele uthathe izityalo nemveliso yazo uzise kumbutho kazwelonke wokhuseleko lwezityalo (NPPO) ukuze ziyovavanywa nokuhlolwa kwi ofisi ekufutshane enikezela ngenkonzo zohlolo.
  4. Qinisekisa ukuthi iqobelo lesiqinisekiso sokukhuseleka kwezityalo lithunyelwa nempahla xa ithunyelwa kwamanye amazwe.

Ixesha elimiselweyo

It might take about 48 hours to process your application provided there are no additional activities.

Ingaba kubiza malini na

Imali ehlawulwayo yowama 2024/25
 

Ungaqhagamshela nabani

 

Postal address:
National Plant Protection Organisation of South Africa (NPPOZA)
Department of Agriculture, Forestry and Fisheries
Plant Health Import Permit Office
P.O Box 40024
Arcadia
0007

Physical address:
Harvest House
30 Hamilton Street
Arcadia
Pretoria.

Contact numbers:
Tel: +27 12 319 6130/6102/6396/6383/6207
Fax: +27 12 329 8292
 

 

Share this page