Faka ingxelo ngamafa omntu oswelekileyo

Ilifa lomntu oswelekileyo livulwa xa esele eswelekile kwaye eshiya impahla okanye incwadi engumyolelo okanye ekufanele ibe ngumyolelo. Ilifa kufanele lilawulwe lihlulwe ukuya ngomyolelo womfi okanye, ukuba umfi akashiyanga myolelo ngokusemthethweni, Umthetho wokulawulwa kwamafa wonyaka ka 1965 unomhlahlandlela omawulandelwe xa ku lawulwa ilifa lomfi.

Fumana ngokupheleleyo Ngelifa lomntu oswelekilyo okanye Qhagamshelana neSebe lezobulungisa nophuculo lomgaqo siseko apha 012 406 4805 okanye email: Chiefmaster@justice.gov.za.

 

Share this page