Fakana imilomo nommeli osemthethweni weentsapho

Unganikezelwa iinkonzo zegqwetha lekhaya ukuba ninoxambuliswano malunga nomntwana okanye emakwenziwe ngabazali namalungelo injongo yegqwetha lekhaya kukukhusela izidingo zomntwana nokufanele kwenziwe ngabazali.

Fumana ngokupheleleyo malunga nokuQhagamshela igqwetha lekhaya okanye Qhagamshelana neSebe Lezobulungisa nophuculo Lomgaqo siseko apha 012 357 8205.

 

Share this page