Isicelo sokuguqula iqumrhu elingavulelekanga libey

Ukuba umasibambisane wakho (CC) ukhule khakhulu kwaye ufuna ukukhuphisana nenkampani ezinkulu kwimarike enye, ungamguqula abe yinkampani kwikhomishoni yobumnini bekhampani nolwazi (CIPC). Ukuguqula iCC yakho kuzakukunceda ukuba umeme abanye abantu ukuba bazokuthenga izabelo kwishishininlakho.

Wonle amalungu eCC kufanele batyikitye incwadi evumayo ukuba iCC leyo iguqulelwe kwikhampani baze babenezabelo kwikhampani. Ukuba ufuna ukutshintsha igama le CC name, kufanele ugcinise igama.

Fumana ulwazi malunga nokutshitsha umasimabisane (CC) abe yinkampani kwiKhomishoni yobumnini bekhampani nolwazi (CIPC) okanye qhagamshela i CIPC apha 086 100 2472.

 

Share this page