Uphuhliso lwezolimo nenkqubo yokuluqinisa (ADEP)

Uphuhliso lwezolimo nenkqubo yokuluqinisa (ADEP) yinkqubo yokukhuthaza ejoliswe kwinkamapni ezincinane ezibhalisiweyo, eziphakathi kunye nemigudu yokuncedisa abavelisa emanzini. Oku kwenzelwe intlanzi yamanzi aselwandle neyamanzi amadama (ukzalisa amaqanda entlanzi noku fama ngentlazi) nokuzalisa, ukuvelisa nokugcina ukusetyenziswa kwamanzi nentlanzi. Imali yesibonelelo inikwa ngqo kwizicelo eziphumeleleyo ezintsha , eziphuculwayo okanye iprojekthi ekhulayo.

Lenkqubo ibuyisela indleko ngokuhlula phakathi isibonelelo esinyuka siyotsho ku R40 zezigidi, kwindleko eziquka oomatshini nezinto zokusebenza,  isakhiwo sezidingo esilukhulu, umhlaba onomnini okanye uphuculo lokuqashisa, nophuculo lwemisebenzi engakhuphisana neminye njengoko ibekiwe kwisigaba 8 seADEP.

Fumana ngokubanzi ngale nkqubo kwisebe lezorwebo nophuhliso (iDTI).

the dti Customer Contact Centre
Tel: 0861 843 384

 

 

Share this page