Inkqubo encedisa ezokhenketho

Inkqubo encedisa ezokhenketho imali yesibonelelo ebuyiswayo enjongo yayo ikuku ncedisa ukuphuhliswa kwamaqumrhu ezokhenketho azakuvula amathuba emisebenzi nokongeza sasaza utyalo mali kwindawo zonke.

Esi sisibonelelo sokuqala okanye ukongeza ezokhenketho ezifana ne:

  • Inkonzo zokuhlalisa abantu
  • Iinkonzo zenqwelo ezithwala abahambi
  • Abezokhenketho
  • Iinkonzo zesintu
  • neenkonzo zokudlala nokuzonwabisa.

Fumana ngokubanzi kwiSebe lezokhenketho.

 

Share this page