Imali yemveliso ka mabona kude nemiboniso bhanya-bhanya

Urhulumente wase Mzantsi afrika uncedisa ngemali ukukhulisa imveliso kamabona kude kunye ne nemveliso emvakokuthabatha imifanekiso. Uncedo luquka umboniso bhanya-bhanya wakwamanye amazwe, umabonakude nemveliso emva kokuthathatha imifanekiso ukwenza umtsalane kubenzi bemiboniso bhanya-bhanya bamanye amazwe ukuthi basebenzise iindawo zaseMzantsi Afrika nokutho bakwazi ukuwenzela apha wonke umsebenzi wabo. Oku kuzakwenza ukuba umboniso bhanya-bhanya no mabona kude balapha eMzantsi Afrika basebnze nabo injongo ikukunceda abavelisi bemiboniso bhanya-bhanya ukuvelisa imiboniso yalapha ekhaya.

Fumana ngokubanzi ngale nkqubo kwisebe lezorwebo nophuhliso (iDTI).

 

the dtic Customer Contact Centre
Tel: 0861 843 384

Share this page